2 Izikronike 23:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Benza ke abaLevi namaYuda onke njengako konke awabawisela umthetho ngako uYehoyada umbingeleli. Bathabatha elowo amadoda akhe, abengena ngesabatha nabephuma ngesabatha; ngokuba uYehoyada umbingeleli akawandululanga amaqela lawo.

2 Izikronike 23

2 Izikronike 23:3-15