2 Izikronike 23:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lesuka lonke ibandla lenza umnqophiso nokumkani endlwini kaThixo. Wathi kubo uYehoyada, Yabonani, unyana wokumkani makabe ngukumkani, njengoko wakuthethayo uYehova ngonyana bakaDavide.

2 Izikronike 23

2 Izikronike 23:1-11