2 Izikronike 23:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathabatha abathetheli-makhulu, nezinhanha, nabalawuli babantu, nabantu bonke belizwe, wehla nokumkani endlwini kaYehova; bangena ngesango eliphezulu lendlu yokumkani, bambeka ukumkani etroneni yokumkani.

2 Izikronike 23

2 Izikronike 23:13-21