2 Izikronike 23:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabamisa bonke abantu, elowo eneentonga zakhe esandleni; bathabathela kwelokunene igxalaba lendlu besa kwelokhohlo igxalaba lendlu, ngasesibingelelweni nangasendlwini, kukumkani ngeenxa zonke.

2 Izikronike 23

2 Izikronike 23:9-12