2 Izikronike 22:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, ekugwetyweni kwendlu ka-Ahabhi nguYehu, wafumana abathetheli bakwaYuda, noonyana babazalwana baka-Ahaziya, ababelungiselela kuAhaziya, wababulala.

2 Izikronike 22

2 Izikronike 22:1-12