2 Izikronike 22:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo wahamba ngecebo labo. Wahamba noYehoram unyana ka-Ahabhi, ukumkani wakwaSirayeli, waya kulwa noAzayeli ukumkani wama-Aram,* eRamoti yaseGiliyadi; ama-Aram, amngxwelerha uYehoram.

2 Izikronike 22

2 Izikronike 22:1-12