2 Izikronike 22:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAhaziya ubeminyaka imashumi mané anamibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba namnyaka mnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina lalinguAtaliya, intombi kaOmri.

2 Izikronike 22

2 Izikronike 22:1-6