2 Izikronike 21:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke akavumanga uYehova ukuyonakalisa indlu kaDavide, ngenxa yomnqophiso awawenzela uDavide, njengoko wathethayo, ukuba uya kumnika isibane, kwanoonyana bakhe, yonke imihla.

2 Izikronike 21

2 Izikronike 21:6-9