2 Izikronike 21:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubeminyaka imashumi mathathu anamibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka esibhozo engukumkani eYerusalem; wemka engalilelwa bani. Bamngcwabela emzini kaDavide; kodwa àkangcwatyelwa emangcwabeni ookumkani.

2 Izikronike 21

2 Izikronike 21:15-20