2 Izikronike 21:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubenabaninawa, oonyana bakaYehoshafati; uAzariya, noYehiyeli, noZekariya, noAzariya, noMikayeli, noShefatiya; bonke abo ngoonyana bakaYehoshafati, ukumkani wakwaSirayeli.

2 Izikronike 21

2 Izikronike 21:1-10