2 Izikronike 21:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kweza kuye incwadi ivela kuEliya umprofeti, isithi, Útsho uYehova, uThixo kaDavide uyihlo, ukuthi, Ngethuba lokuba ungàhambanga ngeendlela zikaYehoshafati uyihlo, nangeendlela zika-Asa ukumkani wakwaYuda;

2 Izikronike 21

2 Izikronike 21:11-20