2 Izikronike 20:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Asinguwe na uThixo wethu, owabagqogqayo abemi beli lizwe phambi kwabantu bakho amaSirayeli, waza walinika imbewu ka-Abraham okuthandayo, ngonaphakade?

2 Izikronike 20

2 Izikronike 20:1-9