2 Izikronike 20:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zikaYehoshafati, ezokuqala nezokugqibela, nanzo zibhaliwe emicimbini kaYehu unyana kaHanani, eyafakwa encwadini yookumkani bakwaSirayeli.

2 Izikronike 20

2 Izikronike 20:30-37