2 Izikronike 20:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehoshafati waye engukumkani kwaYuda; ubeminyaka imashumi mathathu anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mabini anamihlanu engukumkani eYerusalem. Igama lonina lalinguAzubha, intombi kaShilehi.

2 Izikronike 20

2 Izikronike 20:30-34