2 Izikronike 20:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba oonyana baka-Amon nabakaMowabhi besuka balwa nabemi bentaba yakwaSehire, ukuba babasingele phantsi, babatshabalalise. Bakubagqiba abemi bakwaSehire, babulalana kwabodwa.

2 Izikronike 20

2 Izikronike 20:21-27