2 Izikronike 20:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYahaziyeli, unyana kaZekariya, unyana kaBhenaya, unyana kaYehiyeli, unyana kaMataniya, umLevi wakoonyana baka-Asafu, wafikelwa nguMoya kaYehova ephakathi kwebandla elo; wathi,

2 Izikronike 20

2 Izikronike 20:8-20