2 Izikronike 20:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Thixo wethu, akuyi kubagweba na? Ngokuba asinamandla okumelana nale ngxokolo ininzi isizelayo; thina asazi ukuba sothini na, kodwa amehlo ethu akuwe.

2 Izikronike 20

2 Izikronike 20:4-17