2 Izikronike 2:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na onamandla okumakhela indlu; ngokuba izulu, nezulu lawo amazulu, alimlingene? Ndingubani na ke mna, ukuba ndimakhele indlu, ingába yeyokuqhumisela phambi kwakhe kodwa?

2 Izikronike 2

2 Izikronike 2:1-15