2 Izikronike 2:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabona ábaqingqi abo nabasebenzi bemithi, ábakhonzi bakho abo, ndobanika ingqolowa ukuba ibe kukudla, iikore* ezingamawaka angamashumi mabini, nerhasi iikore ezingamawaka angamashumi mabini, neebhate* zewayini ezingamawaka angamashumi mabini, neebhate zeoli ezingamawaka angamashumi mabini.

2 Izikronike 2

2 Izikronike 2:7-18