2 Izikronike 19:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kubagwebi, Kulumkeleni enikwenzayo; ngokuba àkungenxa yomntu ukugweba kwenu, kungenxa kaYehova; unáni ke emcimbini wokugweba.

2 Izikronike 19

2 Izikronike 19:1-10