2 Izikronike 18:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabahlanganisa ke ukumkani wakwaSirayeli abaprofeti, amakhulu amané amadoda, wathi kubo, Siye kulwa na neRamoti yaseGiliyadi, ndiyeke, kusini na? Bathi, Nyuka, uThixo wóyinikela esandleni sokumkani.

2 Izikronike 18

2 Izikronike 18:2-11