2 Izikronike 18:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uAhabhi ukumkani wakwaSirayeli kuYehoshafati ukumkani wakwaYuda, Wòhamba na nam, siye kulwa neRamoti yaseGiliyadi? Wathi kuye, Ndinjengawe, abantu bam banjengabantu bakho; soya nawe ekulweni.

2 Izikronike 18

2 Izikronike 18:1-13