2 Izikronike 18:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka uZedekiya, unyana kaKenahana, wafika wambetha uMikaya esidleleni, wathi, Úgqithe ngayiphi na indlela uMoya kaYehova ukumka kum, ukuba aye kuthetha nawe?

2 Izikronike 18

2 Izikronike 18:13-25