2 Izikronike 18:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani kuye, Makube zizihlandlo ezingaphi na ndikufungisa, ukuba ungàthethi nto kum, ingeyiyo nyaniso egameni likaYehova?

2 Izikronike 18

2 Izikronike 18:6-25