2 Izikronike 18:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uZedekiya, unyana kaKenahana, wazenzela iimpondo zesinyithi, wathi, Utsho uYehova ukuthi, Ùya kuwangqula ngazo ezi ama-Aram,* ude uwagqibe.

2 Izikronike 18

2 Izikronike 18:1-14