2 Izikronike 17:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bafundisa ke kwaYuda, benencwadi yomyalelo kaYehova, bayijikeleza imizi yonke yakwaYuda, bebafundisa abantu.

2 Izikronike 17

2 Izikronike 17:5-16