2 Izikronike 17:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabeka imikhosi emizini yonke enqatyisiweyo yakwaYuda, wamisa iikampu elizweni lakwaYuda, nasemizini yakwaEfrayim, awayithimbayo uAsa uyise.

2 Izikronike 17

2 Izikronike 17:1-3