2 Izikronike 15:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo ukumkani wamguzula uMahaka unina, ukuba angabi saba yinkosikazi; ngokokuba wayemenzele uAshera* isithixo esilisikizi. Waza uAsa wasixhaxha isithixo sakhe, wasithi vithivithi, wasitshisa emlanjaneni oyiKidron.

2 Izikronike 15

2 Izikronike 15:10-17