2 Izikronike 14:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaphuma kwaza kulwa nabo uZera umKushi, enempi eliwaka lamawaka, neenqwelo zokulwa ezimakhulu mathathu; wada weza eMaresha.

2 Izikronike 14

2 Izikronike 14:1-15