2 Izikronike 13:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAbhiya wayiqala imfazwe ngempi yamagorha okulwa, engamakhulu amané amawaka ahleliweyo; uYarobheham naye wazakha izintlu zakhe zokulwa naye, zingamakhulu asibhozo amawaka ahleliweyo, angamagorha anobukroti.

2 Izikronike 13

2 Izikronike 13:1-4