2 Izikronike 13:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ekudumeni kwamadoda akwaYuda, wesuka uThixo wabetha kuYarobheham namaSirayeli onke phambi koAbhiya namaYuda.

2 Izikronike 13

2 Izikronike 13:13-17