2 Izikronike 13:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Niyabona, unathi eyintloko uThixo, nababingeleli bakhe banathi, namaxilongo okuduma, ukuba anivuse. Nyana bakaSirayeli, musani ukulwa noYehova uThixo wooyihlo; ngokuba aniyi kuba nampumelelo.

2 Izikronike 13

2 Izikronike 13:2-18