2 Izikronike 13:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ngomnyaka weshumi elinesibhozo wokumkani uYarobheham, uAbhiya waba ngukumkani kwaYuda.

2. Waba neminyaka emithathu engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguMikaya, intombi kaUriyeli waseGibheha.Kwabakho imfazwe phakathi koAbhiya noYarobheham.

2 Izikronike 13