2 Izikronike 11:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weza uRehabheham eYerusalem, wabizela ndawonye indlu yakwaYuda neyakwaBhenjamin, ikhulu elinamanci asibhozo amawaka amadodana okulwa imfazwe, ukuba aye kulwa namaSirayeli, bubuyiselwe ubukumkani kuRehabheham.

2 Izikronike 11

2 Izikronike 11:1-7