2 Izikronike 10:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walishiya icebo lamadoda amakhulu abemnike lona, wacebisana namadodana aziintanga zakhe, abemi phambi kwakhe.

2 Izikronike 10

2 Izikronike 10:7-16