2 Izikronike 10:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akabaphulaphulanga ke abantu ukumkani; ngokuba esi siphendu sibe siphuma kuThixo, ukuze uYehova alimise ilizwi lakhe, abelithethile ngoAhiya waseShilo kuYarobheham unyana kaNebhati.

2 Izikronike 10

2 Izikronike 10:7-16