2 Izikronike 10:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ke, ekubeni ubawo ubenithwalise idyokhwe enzima, mna ke ndiya kongeza edyokhweni yenu; ubawo ubenibetha ngeentsontelo, ke mna ndiya kunibetha ngeekatsi.

2 Izikronike 10

2 Izikronike 10:3-18