2 Izikronike 1:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USolomon wahlanganisa iinqwelo zokulwa namahashe akhwelwayo; waba newaka elinamakhulu amané eenqwelo zokulwa, namawaka alishumi elinamabini amahashe akhwelwayo; wazibeka emizini yeenqwelo, nakukumkani eYerusalem.

2 Izikronike 1

2 Izikronike 1:10-17