1 Usamuweli 9:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSawule kumfana lowo, Yabona, sihamba nje, siya kumnika ntoni na umntu lowo? Kuba isonka siphelile empahleni yethu; akukho sipho singasisa kumntu kaThixo.

1 Usamuweli 9

1 Usamuweli 9:4-12