1 Usamuweli 9:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wacanda kweleentaba lakwaEfrayim, wacanda nasezweni laseShalisha; àbazifumana. Wacanda nasezweni laseShahalim, azabakho; wacanda nasezweni lakwaBenjamin, àbazifumana.

1 Usamuweli 9

1 Usamuweli 9:1-13