1 Usamuweli 9:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula uSawule, wathi, AndingumBhenjamin yini na, wesizwe esincinanana kwaSirayeli? Nomzalwane wakowethu awuphantsi na emizalwaneni yonke yesizwe sakwaBhenjamin? Yini na ukuba uthethe ilizwi elinje kum?

1 Usamuweli 9

1 Usamuweli 9:19-27