1 Usamuweli 9:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Benyuka ke baya kuloo mzi. Bakubona ukuba bayangena kuloo mzi, nanko uSamuweli ephuma equbisana nabo, eza kunyuka aye esigangeni.

1 Usamuweli 9

1 Usamuweli 9:13-24