1 Usamuweli 8:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Liphulaphule ngoko izwi labo; kodwa uze ubaqononondise kakuhle, ubaxelele isiko aya kuphatha ngalo ukumkani oya kuba ngukumkani wabo.

1 Usamuweli 8

1 Usamuweli 8:1-18