1 Usamuweli 8:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuSamuweli, Liphulaphule izwi labantu entweni yonke abayithethayo kuwe; ngokuba ingenguwe abamgibileyo, bagibé mna, ukuze ndingabi ngukumkani kubo.

1 Usamuweli 8

1 Usamuweli 8:3-15