1 Usamuweli 7:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ahlanganiselana eMizpa, akha amanzi, awaphalaza phambi koYehova, azila ukudla ngaloo mini, athi khona, Sonile kuYehova. Wabalawula uSamuweli oonyana bakaSirayeli eMizpa.

1 Usamuweli 7

1 Usamuweli 7:1-15