1 Usamuweli 7:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USamuweli wathabatha ilitye, walimisa phakathi kweMizpa neShen, wathi igama lalo yiEbhenezere;* wathi, Kude kwaba lapha uYehova esinceda.

1 Usamuweli 7

1 Usamuweli 7:6-17