1 Usamuweli 6:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngawo la amathumba egolide awawabuyiselayo amaFilisti kuYehova, alidini letyala: elaseAshdode lalilinye, elaseGaza lalilinye, elaseAshkelon lalilinye, elaseGati lalilinye, elase-Ekron lalilinye;

1 Usamuweli 6

1 Usamuweli 6:10-21