1 Usamuweli 6:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Inqwelo yafika entsimini kaYoshuwa waseBhete-shemeshe, yema khona.Bekukho ilitye elikhulu khona. Bayicanda imithi yenqwelo, bazinyusa iimazi ezintsha ezo zalidini elinyukayo kuYehova.

1 Usamuweli 6

1 Usamuweli 6:11-20