1 Usamuweli 6:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Enjenjalo amadoda; athabatha iimazi ezintsha ezanyisayo zambini, azibopha enqwelweni, awavalela amathole azo ekhaya.

1 Usamuweli 6

1 Usamuweli 6:1-15