1 Usamuweli 4:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Aza amaFilisti ákha uluhlu lokulwa namaSirayeli. Idabi lanwenwezela, abulawa amaSirayeli phambi kwamaFilisti. Kwabulawa eluhlwini ethafeni apho amadoda akumawaka amané.

1 Usamuweli 4

1 Usamuweli 4:1-4